Yoshuwa 11:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Sukuboyika,+ kuba malunga neli xesha ngomso, ndiza kubanikela bonke ukuba babulawe ngamaSirayeli. Nize niwaqhawule imisipha amahashe abo,+ zona iinqwelo zabo zokulwa nizitshise ngomlilo.”
6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Sukuboyika,+ kuba malunga neli xesha ngomso, ndiza kubanikela bonke ukuba babulawe ngamaSirayeli. Nize niwaqhawule imisipha amahashe abo,+ zona iinqwelo zabo zokulwa nizitshise ngomlilo.”