Yoshuwa 11:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 ukususela kwiNtaba IHalaki, ehamba iyokufika eSehire naseBhahali-gadi,+ kwiThafa LaseLebhanon esemazantsi eNtaba IHermon,+ yaye wabathimba bonke ookumkani bazo, waboyisa waza wababulala.
17 ukususela kwiNtaba IHalaki, ehamba iyokufika eSehire naseBhahali-gadi,+ kwiThafa LaseLebhanon esemazantsi eNtaba IHermon,+ yaye wabathimba bonke ookumkani bazo, waboyisa waza wababulala.