Yoshuwa 11:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngelo xesha uYoshuwa wawatshabalalisa ama-Anaki+ awayehlala kummandla weentaba, eHebron, eDebhiri, eAnabhi nakuwo wonke ummandla weentaba wakwaYuda nakuwo wonke ummandla weentaba wakwaSirayeli. UYoshuwa wawatshabalalisa kunye nezixeko zawo.+
21 Ngelo xesha uYoshuwa wawatshabalalisa ama-Anaki+ awayehlala kummandla weentaba, eHebron, eDebhiri, eAnabhi nakuwo wonke ummandla weentaba wakwaYuda nakuwo wonke ummandla weentaba wakwaSirayeli. UYoshuwa wawatshabalalisa kunye nezixeko zawo.+