Yoshuwa 11:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngoko uYoshuwa walithatha lonke elo lizwe, kanye njengokuba uYehova wayethembise uMoses,+ waza walinika amaSirayeli ukuba libe lilifa lawo, wawahlulela lona ngokwezizwe zawo.+ Emva koko zaphela iimfazwe kwelo lizwe.+ Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:23 IMboniselo,12/1/2004, iphe. 11-12
23 Ngoko uYoshuwa walithatha lonke elo lizwe, kanye njengokuba uYehova wayethembise uMoses,+ waza walinika amaSirayeli ukuba libe lilifa lawo, wawahlulela lona ngokwezizwe zawo.+ Emva koko zaphela iimfazwe kwelo lizwe.+