Yoshuwa 12:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Naba ke ookumkani belizwe aboyiswa ngamaSirayeli, aza ahlala kulo ngasempuma yeYordan, ukusuka kwiNtlambo YeArnon+ ukuya kwiNtaba IHermon+ nayo yonke iArabha ngasempuma:+
12 Naba ke ookumkani belizwe aboyiswa ngamaSirayeli, aza ahlala kulo ngasempuma yeYordan, ukusuka kwiNtlambo YeArnon+ ukuya kwiNtaba IHermon+ nayo yonke iArabha ngasempuma:+