Yoshuwa 12:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wayelawula nommandla weArabha ukuya kutsho kuLwandle LwaseKinereti+ ngasempuma, nokuya kufika kuLwandle LweArabha, uLwandle LweTyiwa, ngasempuma, xa usiya ngaseBhete-yeshimoti, naxa usiya ngasemzantsi phantsi kwamathambeka ePisga.+
3 Wayelawula nommandla weArabha ukuya kutsho kuLwandle LwaseKinereti+ ngasempuma, nokuya kufika kuLwandle LweArabha, uLwandle LweTyiwa, ngasempuma, xa usiya ngaseBhete-yeshimoti, naxa usiya ngasemzantsi phantsi kwamathambeka ePisga.+