Yoshuwa 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 elawula kwiNtaba IHermon, eSaleka, yonke iBhashan,+ ukuya kutsho kumda wamaGeshure namaMahakati,+ nehafu yeGiliyadi, ukuya kufika kummandla kaKumkani uSihon waseHeshbhon.+
5 elawula kwiNtaba IHermon, eSaleka, yonke iBhashan,+ ukuya kutsho kumda wamaGeshure namaMahakati,+ nehafu yeGiliyadi, ukuya kufika kummandla kaKumkani uSihon waseHeshbhon.+