Yoshuwa 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 bonke abantu abahlala kummandla weentaba, ukususela eLebhanon+ ukuya eMisrefoti-mayim;+ nawo onke amaSidon.+ Ndiza kubagxotha* phambi kwamaSirayeli.+ Wena nje kufuneka uwunike amaSirayeli lo mhlaba ube lilifa lawo, kanye njengokuba ndikuyalele.+
6 bonke abantu abahlala kummandla weentaba, ukususela eLebhanon+ ukuya eMisrefoti-mayim;+ nawo onke amaSidon.+ Ndiza kubagxotha* phambi kwamaSirayeli.+ Wena nje kufuneka uwunike amaSirayeli lo mhlaba ube lilifa lawo, kanye njengokuba ndikuyalele.+