Yoshuwa 14:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Nali ilifa elafunyanwa ngamaSirayeli kwilizwe lakwaKanan, elahlulahlulwa nguEleyazare umbingeleli, uYoshuwa unyana kaNun neentloko zezindlu zooyise zezizwe zakwaSirayeli.+
14 Nali ilifa elafunyanwa ngamaSirayeli kwilizwe lakwaKanan, elahlulahlulwa nguEleyazare umbingeleli, uYoshuwa unyana kaNun neentloko zezindlu zooyise zezizwe zakwaSirayeli.+