Yoshuwa 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngaloo mini uMoses wafunga wathi: ‘Ilizwe ezinyathele kulo iinyawo zakho ndiza kulinika wena noonyana bakho libe lelenu ngonaphakade, kuba uye wamlandela uYehova uThixo wam ngayo yonke intliziyo yakho.’+
9 Ngaloo mini uMoses wafunga wathi: ‘Ilizwe ezinyathele kulo iinyawo zakho ndiza kulinika wena noonyana bakho libe lelenu ngonaphakade, kuba uye wamlandela uYehova uThixo wam ngayo yonke intliziyo yakho.’+