12 Ngoko ke ndinike lo mmandla weentaba uYehova awawuthembisayo ngala mini. Nangona wevayo ukuba kulo mmandla kukho ama-Anaki+ anezixeko ezikhulu nezikhuselekileyo,+ ngokuqinisekileyo uYehova uza kuba nam,+ yaye ndiza kuwagxotha kanye njengokuba uYehova wayethembisile.”+