Yoshuwa 15:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UYoshuwa wanika uKalebhi+ unyana kaYefune umhlaba phakathi kwenzala kaYuda, ngokomyalelo kaYehova. Wamnika iKiriyati-arbha (uArbha wayengutata ka-Anaki), oko kukuthi iHebron.+
13 UYoshuwa wanika uKalebhi+ unyana kaYefune umhlaba phakathi kwenzala kaYuda, ngokomyalelo kaYehova. Wamnika iKiriyati-arbha (uArbha wayengutata ka-Anaki), oko kukuthi iHebron.+