Yoshuwa 15:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umntakwaboKalebhi, wayithimba. Ngoko ke wamnika intombi yakhe uAkesa+ ukuba ibe ngumfazi wakhe.
17 UOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umntakwaboKalebhi, wayithimba. Ngoko ke wamnika intombi yakhe uAkesa+ ukuba ibe ngumfazi wakhe.