2 Emva koko iqashiso laphuma nenye inzala kaManase ngokweentsapho zayo, laphuma noonyana baka-Abhi-ezere,+ oonyana bakaHeleki, oonyana baka-Asriyeli, oonyana bakaShekem, oonyana bakaHefere noonyana bakaShemida. Aba yinzala kaManase unyana kaYosefu, amadoda ngokweentsapho zawo.+