Yoshuwa 17:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa inzala kaManase zange ikwazi ukuzithatha ezi zixeko; amaKanan aba nenkani, awafuna ukuhamba apho.+
12 Kodwa inzala kaManase zange ikwazi ukuzithatha ezi zixeko; amaKanan aba nenkani, awafuna ukuhamba apho.+