16 Yona inzala kaYosefu yathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye amaKanan ahlala kummandla olithafa aneenqwelo zemfazwe+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi, lawo ahlala eBhete-sheyan+ nakwiidolophu eziphantsi kwayo, nalawo akwiNtlambo YaseYizereli.”+