Yoshuwa 18:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Loo mda wawudlulela kwithambeka elingasemntla laseBhete-hogela,+ uyokuphela emantla oLwandle LweTyiwa,*+ ekupheleni kweYordan emzantsi. Lowo ke yayingumda osemzantsi.
19 Loo mda wawudlulela kwithambeka elingasemntla laseBhete-hogela,+ uyokuphela emantla oLwandle LweTyiwa,*+ ekupheleni kweYordan emzantsi. Lowo ke yayingumda osemzantsi.