Yoshuwa 19:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Kodwa umhlaba wesizwe sakwaDan wawumncinci kakhulu.+ Ngoko abantu besizwe sakwaDan bahamba bayokulwa neLeshem,+ bayithimba baza bayixabela ngekrele. Emva koko bahlala kuyo, bayitshintsha igama yaba yiDan, beyithiya ngokhokho wabo uDan.+
47 Kodwa umhlaba wesizwe sakwaDan wawumncinci kakhulu.+ Ngoko abantu besizwe sakwaDan bahamba bayokulwa neLeshem,+ bayithimba baza bayixabela ngekrele. Emva koko bahlala kuyo, bayitshintsha igama yaba yiDan, beyithiya ngokhokho wabo uDan.+