Yoshuwa 21:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Abanika iKiriyati-arbha+ (uArbha wayenguyise ka-Anaki), oko kukuthi iHebron,+ ekummandla weentaba wakwaYuda, abanika namadlelo ayingqongileyo.
11 Abanika iKiriyati-arbha+ (uArbha wayenguyise ka-Anaki), oko kukuthi iHebron,+ ekummandla weentaba wakwaYuda, abanika namadlelo ayingqongileyo.