Yoshuwa 22:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Xa uAkan+ unyana kaZera engazange athembeke ngezinto ezazifanele zitshatyalaliswe, ngaba uThixo akazange aqumbele lonke ibandla lakwaSirayeli?+ Ibe ke akuzange kufe yena yedwa ngenxa yesono sakhe.’”+
20 Xa uAkan+ unyana kaZera engazange athembeke ngezinto ezazifanele zitshatyalaliswe, ngaba uThixo akazange aqumbele lonke ibandla lakwaSirayeli?+ Ibe ke akuzange kufe yena yedwa ngenxa yesono sakhe.’”+