Yoshuwa 23:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kodwa, kanye njengokuba ziye zenzeka zonke izinto ezintle ebenithembise zona uYehova uThixo wenu,+ uYehova uThixo wenu uza kuzenza nezinto ezimbi athe uza kuzenza kuni, aze anitshabalalise kweli lizwe lihle aninike lona uYehova uThixo wenu.+
15 Kodwa, kanye njengokuba ziye zenzeka zonke izinto ezintle ebenithembise zona uYehova uThixo wenu,+ uYehova uThixo wenu uza kuzenza nezinto ezimbi athe uza kuzenza kuni, aze anitshabalalise kweli lizwe lihle aninike lona uYehova uThixo wenu.+