Yoshuwa 24:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo, ndamhambisa lonke ilizwe lakwaKanan, ndayandisa nenzala* yakhe.+ Ndamnika uIsake,+ Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:3 IMboniselo,8/15/2001, iphe. 14
3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo, ndamhambisa lonke ilizwe lakwaKanan, ndayandisa nenzala* yakhe.+ Ndamnika uIsake,+