Yoshuwa 24:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Bakhala kuYehova,+ waza yena wabeka ubumnyama phakathi kwenu namaYiputa, wawogquma ngamanzi olwandle.+ Nazibonela ngamehlo enu into endayenza eYiputa.+ Emva koko nahlala entlango iminyaka emininzi.*+
7 Bakhala kuYehova,+ waza yena wabeka ubumnyama phakathi kwenu namaYiputa, wawogquma ngamanzi olwandle.+ Nazibonela ngamehlo enu into endayenza eYiputa.+ Emva koko nahlala entlango iminyaka emininzi.*+