Yoshuwa 24:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 AmaSirayeli aqhubeka emkhonza uYehova yonke imihla kaYoshuwa nakuyo yonke imihla yabadala abaqhubeka bephila emva koYoshuwa, nababezazi zonke izinto uYehova awayezenzele amaSirayeli.+
31 AmaSirayeli aqhubeka emkhonza uYehova yonke imihla kaYoshuwa nakuyo yonke imihla yabadala abaqhubeka bephila emva koYoshuwa, nababezazi zonke izinto uYehova awayezenzele amaSirayeli.+