Yoshuwa 24:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Amathambo kaYosefu,+ awemka nawo amaSirayeli eYiputa, angcwatywa eShekem kwintsimi eyayithengwe nguYakobi koonyana bakaHamore,+ utata kaShekem, ngamaqhosha emali ayi-100;+ kwaye loo ntsimi yaba lilifa loonyana bakaYosefu.+
32 Amathambo kaYosefu,+ awemka nawo amaSirayeli eYiputa, angcwatywa eShekem kwintsimi eyayithengwe nguYakobi koonyana bakaHamore,+ utata kaShekem, ngamaqhosha emali ayi-100;+ kwaye loo ntsimi yaba lilifa loonyana bakaYosefu.+