ABagwebi 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UAdoni-bhezeki wathi: “Kukho ookumkani abayi-70 abanqunyulwe oobhontsi ezandleni nasezinyaweni, abachola-chola ukutya phantsi kwetafile yam. Ngoku uThixo undiphindezelele.” Emva koko bamsa eYerusalem+ waza wafela apho.
7 UAdoni-bhezeki wathi: “Kukho ookumkani abayi-70 abanqunyulwe oobhontsi ezandleni nasezinyaweni, abachola-chola ukutya phantsi kwetafile yam. Ngoku uThixo undiphindezelele.” Emva koko bamsa eYerusalem+ waza wafela apho.