ABagwebi 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UYehova wayemxhasa uYuda, ibe wawuthimba ummandla weentaba, kodwa akazange akwazi ukubakhupha abantu ababehlala apho, kuba babeneenqwelo zokulwa ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.*+
19 UYehova wayemxhasa uYuda, ibe wawuthimba ummandla weentaba, kodwa akazange akwazi ukubakhupha abantu ababehlala apho, kuba babeneenqwelo zokulwa ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.*+