ABagwebi 2:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Abantu baqhubeka bekhonza uYehova yonke imihla kaYoshuwa nayo yonke imihla yabadala ababesaphila emva koYoshuwa, ababezibonile zonke izinto ezinkulu uYehova awayezenzele uSirayeli.+
7 Abantu baqhubeka bekhonza uYehova yonke imihla kaYoshuwa nayo yonke imihla yabadala ababesaphila emva koYoshuwa, ababezibonile zonke izinto ezinkulu uYehova awayezenzele uSirayeli.+