ABagwebi 2:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Nanini na uYehova ewanika umgwebi,+ uYehova wayemxhasa loo mgwebi, aze awasindise kwiintshaba zawo yonke imihla yaloo mgwebi; kuba uYehova wayesiba nosizi*+ ngokugcuma kwawo xa ecinezelwa+ yaye exhatshazwa.
18 Nanini na uYehova ewanika umgwebi,+ uYehova wayemxhasa loo mgwebi, aze awasindise kwiintshaba zawo yonke imihla yaloo mgwebi; kuba uYehova wayesiba nosizi*+ ngokugcuma kwawo xa ecinezelwa+ yaye exhatshazwa.