ABagwebi 4:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Yena wathi: “Ndiza kuhamba nawe. Kodwa ke udumo lwale mfazwe aluzukuza kuwe, kuba uYehova uza kumnikela esandleni somfazi uSisera.”+ Ngoko uDebhora wasukuma waza wahamba noBharaki ukuya eKedeshe.+ ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:9 IMboniselo,11/15/2003, iphe. 29 “Sonke ISibhalo”, iphe. 48
9 Yena wathi: “Ndiza kuhamba nawe. Kodwa ke udumo lwale mfazwe aluzukuza kuwe, kuba uYehova uza kumnikela esandleni somfazi uSisera.”+ Ngoko uDebhora wasukuma waza wahamba noBharaki ukuya eKedeshe.+