ABagwebi 4:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa uSisera wabaleka ngeenyawo waya kwintente kaYaheli+ umfazi kaHebheri+ umKeni, kuba kwakukho uxolo phakathi kukaYabhin ukumkani waseHatsore nendlu kaHebheri umKeni.+ ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:17 IMboniselo,8/1/2015, iphe. 14
17 Kodwa uSisera wabaleka ngeenyawo waya kwintente kaYaheli+ umfazi kaHebheri+ umKeni, kuba kwakukho uxolo phakathi kukaYabhin ukumkani waseHatsore nendlu kaHebheri umKeni.+