ABagwebi 4:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kodwa uYaheli umfazi kaHebheri wathatha isikhonkwane sentente nehamile. Emva koko, wathi xa elele yoyi kukudinwa, uYaheli wamchwechwela, waza wambethelela ezindlathini ngesikhonkwane, samgqobhoza saya kutsho emhlabeni, wafa.+ ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:21 IMboniselo,8/1/2015, iphe. 15
21 Kodwa uYaheli umfazi kaHebheri wathatha isikhonkwane sentente nehamile. Emva koko, wathi xa elele yoyi kukudinwa, uYaheli wamchwechwela, waza wambethelela ezindlathini ngesikhonkwane, samgqobhoza saya kutsho emhlabeni, wafa.+