ABagwebi 5:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kwakungasekho bantu emaphandleni kwaSirayeli;Kwakungekho bantu, de mna Debhora+ ndaphakama,Ndaphakama njengomama kwaSirayeli.+ ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:7 IMboniselo,11/15/2003, iphe. 28
7 Kwakungasekho bantu emaphandleni kwaSirayeli;Kwakungekho bantu, de mna Debhora+ ndaphakama,Ndaphakama njengomama kwaSirayeli.+