ABagwebi 6:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UGidiyon wathi kuye: “Uxolo Yehova. Ndingamsindisa njani mna uSirayeli? Jonga! Isizwana* sam sesona sincinci kwaManase, yaye nam ndingoyena ungabalulekanga endlini katata.” ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:15 IMboniselo,8/1/2000, iphe. 16-17
15 UGidiyon wathi kuye: “Uxolo Yehova. Ndingamsindisa njani mna uSirayeli? Jonga! Isizwana* sam sesona sincinci kwaManase, yaye nam ndingoyena ungabalulekanga endlini katata.”