ABagwebi 6:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Onke amaMidiyan+ nama-Amaleki+ nabantu baseMpuma badibana,+ bawelela* kwiNtlambo YaseYizereli* baza bamisa inkampu.
33 Onke amaMidiyan+ nama-Amaleki+ nabantu baseMpuma badibana,+ bawelela* kwiNtlambo YaseYizereli* baza bamisa inkampu.