ABagwebi 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva koko, uYerubhahali, oko kukuthi, uGidiyon,+ nabo bonke abantu ababekunye naye bavuka ekuseni bamisa inkampu equleni laseHarodi, ngoxa inkampu yamaMidiyan yayisemantla kwinduli kaMore, entlanjeni.*
7 Emva koko, uYerubhahali, oko kukuthi, uGidiyon,+ nabo bonke abantu ababekunye naye bavuka ekuseni bamisa inkampu equleni laseHarodi, ngoxa inkampu yamaMidiyan yayisemantla kwinduli kaMore, entlanjeni.*