ABagwebi 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Ndicela nithi kuzo zonke iinkokheli zakwaShekem,* ‘Yeyiphi into ebhetele, ukulawulwa ngabo bonke oonyana abayi-70 bakaYerubhahali,+ okanye ngumntu omnye? Nikhumbule ke ukuba ndilithambo lenu nenyama yenu.’”*
2 “Ndicela nithi kuzo zonke iinkokheli zakwaShekem,* ‘Yeyiphi into ebhetele, ukulawulwa ngabo bonke oonyana abayi-70 bakaYerubhahali,+ okanye ngumntu omnye? Nikhumbule ke ukuba ndilithambo lenu nenyama yenu.’”*