ABagwebi 9:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Wathi akuyixelelwa le nto uYotham, ngoko nangoko wayokuma encotsheni yeNtaba YeGerizim+ waza wakhwaza esithi: “Ndimameleni, nina zinkokheli zakwaShekem, ukuze noThixo animamele.
7 Wathi akuyixelelwa le nto uYotham, ngoko nangoko wayokuma encotsheni yeNtaba YeGerizim+ waza wakhwaza esithi: “Ndimameleni, nina zinkokheli zakwaShekem, ukuze noThixo animamele.