ABagwebi 9:45 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 UAbhimeleki walwa neso sixeko yonke loo mini waza wasithimba. Wababulala abantu baso, wasidiliza+ waza wasasaza ityiwa kuso.
45 UAbhimeleki walwa neso sixeko yonke loo mini waza wasithimba. Wababulala abantu baso, wasidiliza+ waza wasasaza ityiwa kuso.