-
ABagwebi 9:49IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
49 Ngoko bonke abantu bazigawulela amasebe baza balandela uAbhimeleki. Bawabeka ngakwigumbi eliphantsi komhlaba baza balitshisa. Ngoko bafa bonke abantu benqaba yakwaShekem, kwafa amadoda nabafazi abamalunga ne-1 000.
-