-
ABagwebi 9:54IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
54 Wakhawuleza wabiza isicaka esasithwele izixhobo zakhe wathi kuso: “Rhola ikrele lakho undibulale, ukuze bangathi, ‘Ubulewe ngumfazi.’” Ngoko isicaka sakhe samhlaba, wafa.
-