ABagwebi 9:57 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 57 Wenza nokuba amadoda akwaShekem ehlelwe zizo zonke izinto ezimbi awayezenzile. Ngoko yenzeka yonke into uYotham+ unyana kaYerubhahali+ awayethe iza kwenzeka xa wayewaqalekisa.
57 Wenza nokuba amadoda akwaShekem ehlelwe zizo zonke izinto ezimbi awayezenzile. Ngoko yenzeka yonke into uYotham+ unyana kaYerubhahali+ awayethe iza kwenzeka xa wayewaqalekisa.