ABagwebi 11:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kodwa uYehova uThixo kaSirayeli wamnikela esandleni sikaSirayeli uSihon nabo bonke abantu bakhe, waza uSirayeli wamoyisa, wawuthimba wonke umhlaba wama-Amori awayehlala kuloo mmandla.+
21 Kodwa uYehova uThixo kaSirayeli wamnikela esandleni sikaSirayeli uSihon nabo bonke abantu bakhe, waza uSirayeli wamoyisa, wawuthimba wonke umhlaba wama-Amori awayehlala kuloo mmandla.+