ABagwebi 12:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kwathunyelwa ukuba kubizwe amadoda akwaEfrayim, ngoko awelela eTsafon,* aza athi kuYifeta: “Kutheni ungasibizanga ukuba sihambe nawe xa ubuwela usiya kulwa nama-Amoni?+ Siza kukutshisela endlini yakho.”
12 Kwathunyelwa ukuba kubizwe amadoda akwaEfrayim, ngoko awelela eTsafon,* aza athi kuYifeta: “Kutheni ungasibizanga ukuba sihambe nawe xa ubuwela usiya kulwa nama-Amoni?+ Siza kukutshisela endlini yakho.”