ABagwebi 13:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ithe kum, ‘Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana. Ngoku umele ungaseli wayini nayo nantoni na enotywala, uze ungatyi nantoni na engacocekanga, kuba lo mntwana uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe* de kube yimini afa ngayo.’”
7 Kodwa ithe kum, ‘Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana. Ngoku umele ungaseli wayini nayo nantoni na enotywala, uze ungatyi nantoni na engacocekanga, kuba lo mntwana uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe* de kube yimini afa ngayo.’”