ABagwebi 13:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kodwa umfazi wakhe wathi kuye: “Ukuba uYehova ebefuna ukusibulala, ngengawamkelanga umnikelo otshiswayo+ nomnikelo wokutya esandleni sethu, kwaye ngengasibonisanga zonke ezi zinto, futhi ngengasixelelanga nenye kwezi zinto asixelele zona.”
23 Kodwa umfazi wakhe wathi kuye: “Ukuba uYehova ebefuna ukusibulala, ngengawamkelanga umnikelo otshiswayo+ nomnikelo wokutya esandleni sethu, kwaye ngengasibonisanga zonke ezi zinto, futhi ngengasixelelanga nenye kwezi zinto asixelele zona.”