ABagwebi 13:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ethubeni lo mfazi wazala umntwana oyinkwenkwe, wamthiya igama elinguSamson;+ yakhula ke le nkwenkwe, noYehova waqhubeka eyisikelela.
24 Ethubeni lo mfazi wazala umntwana oyinkwenkwe, wamthiya igama elinguSamson;+ yakhula ke le nkwenkwe, noYehova waqhubeka eyisikelela.