ABagwebi 14:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Umoya kaYehova wamnika amandla,+ waza wayikrazula yangamacala amabini, njengaxa kukrazulwa itakane lebhokhwe ngezandla. Kodwa akazange amxelele utata wakhe okanye umama wakhe into ayenzileyo. ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:6 IMboniselo,1/15/2005, iphe. 31
6 Umoya kaYehova wamnika amandla,+ waza wayikrazula yangamacala amabini, njengaxa kukrazulwa itakane lebhokhwe ngezandla. Kodwa akazange amxelele utata wakhe okanye umama wakhe into ayenzileyo.