18 Ngosuku lwesixhenxe, lingekatshoni ilanga, amadoda esixeko athi kuye:
“Yintoni enencasa ngaphezu kobusi,
Iyintoni enamandla ngaphezu kwengonyama?”+
Wathi kuwo:
“Ukuba beningalimanga ngethokazi lam lenkomo,+
Ngeningakwazanga ukumchaza lo qash-qash wam.”