ABagwebi 14:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Emva koko, umoya kaYehova wamnika amandla,+ waza wehla waya eAshkelon,+ waxabela amadoda ayi-30 waza wathatha iimpahla zawo wazinika abo babechaze uqash-qash wakhe.+ Wabuyela endlini katata wakhe enomsindo.
19 Emva koko, umoya kaYehova wamnika amandla,+ waza wehla waya eAshkelon,+ waxabela amadoda ayi-30 waza wathatha iimpahla zawo wazinika abo babechaze uqash-qash wakhe.+ Wabuyela endlini katata wakhe enomsindo.